Download lagu vusi nova - vusi nova ft dumi mkokstad yibanathi Mp3

vusi nova - vusi nova ft dumi mkokstad yibanathi

Listen: 14

Duration: 05:08

MP3 size: 7.05 MB

Lirik Lagu vusi nova ft dumi mkokstad yibanathi oleh vusi nova :

Messiah, ndiguqe nge dolo
Phambhi kwakho Ndiyakhala
S’makade s’yaphela, xolela
Ungas’lahli, ngelixesha – eli njena
El Shaddai Adonai, thethelela ndiyakucela
Xolela
Nom’ indlela inameva
Ndithembhe Wena
Nom’ iz’vunguvungu zomoya zingafika, mna ndithembhe Wena
Ndithembhe wena


Chorus:
Bawo yibanathi, nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu
Bawo yibanathi, nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu

Xa ukhona Thixo, ne cebo likhona
Xa ukhona Thixo, nedlela ikhona
Noma ke Thixo, ungau cishanga lo umlilo
Kodwa yibanathi Kuwo
Yibanathi

Chorus:
Bawo yibanathi, nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu
Bawo yibanathi, nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu

Siyakudinga, oh Yehova
Ngaphandle kwakho, singenze lutho
Siyakudinga, oh Yehova
Xa ukhona, konke kulungile, kulungile!

Chorus:
Bawo yibanathi, nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu
Bawo yibanathi, nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu


Usixolele izono zethu
Usixolele izono zethu
Usixolele izono zethu

Download Lagu MP3 Bagus Terkait :

Home